2 Yookumkani 17:34 XHO96

34 Unanamhla abakalumleki kuloo mikhwa yabo yemveli. UNdikhoyo abamnquli nokumnqula, bengabambeleli nakwizimiso nemiyalelo, imithetho nemiqathango, uNdikhoyo awayinikela isizukulwana sikaYakobi, lowo wambiza ngokuba nguSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 17

imbono 2 Yookumkani 17:34 kwimeko