2 Yookumkani 18:16 XHO96

16 Kananjalo ke uHezekiya, ukumkani wakwaJuda, ngelo xesha wayixobula negolide awayetyabeke ngayo iingcango nemigubasi yendlu kaNdikhoyo, wayinika ukumkani waseAsiriya.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 18

imbono 2 Yookumkani 18:16 kwimeko