2 Ukuqalisa kwakhe ukulawula wayenamashumi amabini anesihlanu ezelwe, waza ke walawula eJerusalem amashumi amabini anethoba eminyaka. Unina yayinguAbhiya intombi kaZakariya.
funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 18
imbono 2 Yookumkani 18:2 kwimeko