2 Yookumkani 18:5 XHO96

5 UHezekiya yena wakholosa ngoNdikhoyo uThixo kaSirayeli. Kubo bonke ookumkani bakwaJuda akuzange kubekho ofana naye, ngaphambili nangasemva kwakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 18

imbono 2 Yookumkani 18:5 kwimeko