2 Yookumkani 18:9 XHO96

9 Kwathi kunyaka wesine kakumkani uHezekiya owawungunyaka wesixhenxe kaHosheya unyana kaEla ukumkani wakwaSirayeli, ukumkani waseAsiriya uShalmanesere wahlasela iSamariya wayingqinga.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 18

imbono 2 Yookumkani 18:9 kwimeko