2 Yookumkani 19:35 XHO96

35 Ngobo busuku ke isithunywa sikaNdikhoyo saya kumkhosi wama-Asiriya, safika sabulala amadoda alikhulu mashumi asibhozo anantlanu amawaka. Bathe ke bakuvuka ngentsasa elandelayo bazibona izidumbu zithe gangalala!

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 19

imbono 2 Yookumkani 19:35 kwimeko