2 Yookumkani 2:2 XHO96

2 UEliya wathetha noElisha wathi: “Hlala apha wena, mna uNdikhoyo undithume eBhetele.”Kodwa yena uElisha wathi: “Ngenene, ngenene, ekho nje uNdikhoyo, nawe ukho nje, andiyi kwahlukana nawe.” Bahamba ke baya eBhetele.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 2

imbono 2 Yookumkani 2:2 kwimeko