2 Yookumkani 21:6 XHO96

6 Unyana wakhe wamfaka emlilweni, esenza idini ngaye. Wayethe phithi yimilingo nokuvumisa, ehamba kumagqirha noosiyazi. Wayegqithisile ukwenza ububi emehlweni *kaNdikhoyo, emqumbisa.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 21

imbono 2 Yookumkani 21:6 kwimeko