2 Yookumkani 22:1 XHO96

1 UJosiya waqalisa ukulawula eneminyaka esibhozo, waza walawula eJerusalem iminyaka emashumi mathathu ananye. Unina yayinguYedida intombi ka-Adaya waseBhozekati.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 22

imbono 2 Yookumkani 22:1 kwimeko