2 Yookumkani 22:9 XHO96

9 UShafan lowo ke waya kukumkani, waza wamazisa wathi: “Izicaka zakho ziyikhuphile imali ebisendlwini kaNdikhoyo, zaza zayinikezela kubasebenzi nakwabo bongamele umsebenzi wokuhlaziywa kwendlu kaThixo.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 22

imbono 2 Yookumkani 22:9 kwimeko