2 Yookumkani 23:14 XHO96

14 UJosiya wazaphula iintsika zamatye, waza wazigawula iintsika zika-Ashera, waza ezo ndawo zazo wazigquma ngamathambo abantu.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 23

imbono 2 Yookumkani 23:14 kwimeko