2 Yookumkani 23:22 XHO96

22 IPasika le ke yayingazange yenziwa, kwaukususela kwimihla yeenkokheli ezazikhokela uSirayeli, ingazange yenziwa nakwimihla yookumkani bakwaSirayeli, ngokunjalo nakweyâbo bakwaJuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 23

imbono 2 Yookumkani 23:22 kwimeko