2 Yookumkani 23:31 XHO96

31 Ukuqala kwakhe ukulawula uYowahazi wayeneminyaka emashumi mabini anantathu, walawula apho eJerusalem iinyanga zantathu. Unina yayinguHamutali intombi kaJeremiya okhaya laliseLibhena.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 23

imbono 2 Yookumkani 23:31 kwimeko