2 Yookumkani 23:6 XHO96

6 Intsika ka-Ashera wayincothula endlwini kaNdikhoyo, wayisa kwintili yeKedron ngaphandle kweJerusalem, wayitshisela khona. Wayisila yaluthuli, waza olo thuli lwayo walusarhaza phezu kwamangcwaba abantu.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 23

imbono 2 Yookumkani 23:6 kwimeko