2 Yookumkani 25:25 XHO96

25 Kambe ke kwathi ngenyanga yesixhenxe wasuka uIshmayeli unyana kaNetaniya kaElishama, owayengumntwana wegazi, weza neshumi lamadoda, bambulala uGedaliya kunye namadoda akwaJuda namaBhabheli awayekunye naye eMizpa.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 25

imbono 2 Yookumkani 25:25 kwimeko