2 Yookumkani 25:4 XHO96

4 Ke kaloku wonke umkhosi watyhoboza apho eludongeni ngobusuku, wasaba uphuma ngesango eliphakathi kwezo ndonga zimbini ngakumyezo kakumkani, nakuba wona amaKaledi ayesingqingile isixeko. Wabalekela ngakwintili yeJordan.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 25

imbono 2 Yookumkani 25:4 kwimeko