2 Yookumkani 3:11 XHO96

11 UYoshafati wathi: “Bekungasekho *mshumayeli kaNdikhoyo esingabuzisa kuNdikhoyo ngaye na apha?”Ke igosa elithile lokumkani wakwaSirayeli laphendula lathi: “Ukhona apha uElisha, unyana kaShafati. Ngulowa wayelihlakani likaEliya.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 3

imbono 2 Yookumkani 3:11 kwimeko