2 Yookumkani 3:27 XHO96

27 Ngoku ke wathatha unyana wakhe oyinkulu, eyayiza kuba ngukumkani xa yena engasekho, wenza ngaye idini elitshiswayo phezu kodonga lwesixeko eso. Ke kaloku amaSirayeli akhamnqa ngendlela engathethekiyo; aza ke ahlehla agoduka.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 3

imbono 2 Yookumkani 3:27 kwimeko