2 Yookumkani 4:25 XHO96

25 Ngoko ke waphuma waya kumfo wakwaThixo kwintaba iKarmele.Umfo wakwaThixo wambona esemgama, waza wathetha nehlakani lakhe uGehazi, wathi: “Uyabona, nankuya umShunemikazi esiza!

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 4

imbono 2 Yookumkani 4:25 kwimeko