2 Yookumkani 4:43 XHO96

43 Kambe ke saphendula isicaka sathi: “Ndingathini ukubeka intwana engaka phambi kwabantu abalikhulu?”Kodwa ke uElisha wathi: “Yipha abantu batye. Kaloku *uNdikhoyo uthi: ‘Baya kutya bade bakushiye.’ ”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 4

imbono 2 Yookumkani 4:43 kwimeko