2 Yookumkani 5:14 XHO96

14 Ngoko ke uNahaman wehla waya eJordan, wafika wantywila khona kasixhenxe ngokwelizwi awayelixelelwe ngumfo wakwaThixo. Ngenene ke ulusu lwakhe lwahlaziyeka lwahlambuluka lwaba njengolomntwana.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 5

imbono 2 Yookumkani 5:14 kwimeko