2 Yookumkani 5:27 XHO96

27 Ngoko ke iqhenqa likaNahaman liya kuthi nca kuwe nakwisizukulwana sakho naphakade.”Ewe, uGehazi wathi esimka apho kuElisha wayeseleneqhenqa, emhlophe qhwa oku kwephepha!

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 5

imbono 2 Yookumkani 5:27 kwimeko