2 Yookumkani 6:32 XHO96

32 Ke uElisha wayesendlwini yakhe, ehleli namadoda amakhulu. Ukumkani wathumela isigidimi, kodwa sathi singekafiki uElisha wathetha namadoda amakhulu lawo, wathi: “Kanti aniboni, naso esi sigwinta sithumela umntu ukuba andinqumle intloko! Niyabona ke, ze nithi sakufika eso sigidimi niluvale ucango, niluqinise, singabi nako ukungena. Kaloku izingqi zenkosi yaso nazo emva kwaso.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 6

imbono 2 Yookumkani 6:32 kwimeko