2 Yookumkani 8:12 XHO96

12 “Ngani ukuba ulile, nkosi yam?” ubuzile uHazayeli.“Ndililiswa kukuqonda umonakalo oya kuwenza kumaSirayeli,” uphendule watsho uElisha. “Ewe, wena uya kuzitshisa iinqaba zawo, abafana ubangenele ngekrele, uze abantwana ubaqhumze emhlabeni, ke bona abafazi abakhulelweyo ubagrabhuze.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 8

imbono 2 Yookumkani 8:12 kwimeko