2 Yookumkani 8:21 XHO96

21 Ngoko ke uYehoram waya eZayira nazo zonke iinqwelo zakhe. Ke amaEdom amrhawula kunye nezo njengele zeenqwelo, kambe ke yena wavuka ngobusuku, waphuncuka. Ke wona umkhosi wakhe wabaleka wagoduka.

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 8

imbono 2 Yookumkani 8:21 kwimeko