2 Yookumkani 8:28 XHO96

28 UAhaziya wadibana noYoram unyana ka-Ahabhi, baza balwa noHazayeli ukumkani wakwa-Aram eRamoti yaseGiliyadi. Ama-Aram lawo ke amngxwelerha uYoram,

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 8

imbono 2 Yookumkani 8:28 kwimeko