2 Yookumkani 9:19 XHO96

19 Ke ukumkani wathumela esinye isigidimi kwangehashe. Sithe ke sakufika kubo sathi: “Ukumkani uthi mandibuze ukuba ngaba niza ngoxolo na.”UYehu waphendula wathi: “Uza kwenza ntoni ngoxolo? Tshona ngasemva kwam!”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 9

imbono 2 Yookumkani 9:19 kwimeko