2 Yookumkani 9:5 XHO96

5 Efikile ke khona wafumana iingqwayi-ngqwayi zomkhosi zihleli ndawonye. Wathi: “Ndinomyalezo wakho, njengele!”UYehu wabuza wathi: “Uxela bani kanye?”Ke yena waphendula wathi: “Nditsho wena, njengele.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 9

imbono 2 Yookumkani 9:5 kwimeko