Eyonqulo 15:25 XHO96

25 Xa kukho umntu obhinqileyo ohlambayo naxa engekho exesheni lokwenza loo nto, okanye ohlamba naxa seligqithile ixesha lakhe, uba nomlaza ngaye wonke lo gama asahlambayo, kanye njengoko kuba njalo xa esexesheni.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 15

imbono Eyonqulo 15:25 kwimeko