21 Andule ke ukuyikhuphela ngaphandle kwelali loo nyama, aye kuyitshisa kanye ngalaa ndlela atshisa ngayo eyokucamagushela ezakhe izono. Lilo ke elo idini lokucamagushela ibandla.
funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 4
imbono Eyonqulo 4:21 kwimeko