Eyonqulo 4:26 XHO96

26 aze awatshisele apho eqongeni onke amanqatha, kanye njengoko esenza ngawamadini obudlelane. Wokwenjenjalo ke umbingeleli ukunikela idini lokucamagushela umntu oyinkokheli, aze axolelwe isono sakhe.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 4

imbono Eyonqulo 4:26 kwimeko