Eyonqulo 5:11 XHO96

11 Ukuba loo mntu akanako ukunikela nangamahobe amabini, okanye amavukuthu, wozisa ikhilogram yomgubo wengqolowa, enze ngawo umnikelo. Akayi kugalela mafutha omnquma nantlaka yesiqhumiso kuwo, kuba asingomnikelo wakutya lo, koko eli lidini lokucamagushela isono.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 5

imbono Eyonqulo 5:11 kwimeko