Eyonqulo 5:12 XHO96

12 Wowunika umbingeleli, yena athathe kangangesandla, eqondisa ukuba wonke unikelwa kuNdikhoyo, aze ke awutshise apho eqongeni phezu kweminikelo enikelwa kuNikhoyo ngomlilo. Lo ngumnikelo wokucamagushela isono.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 5

imbono Eyonqulo 5:12 kwimeko