1 Kwabasekorinte 1:10 XHO96

10 Egameni leNkosi yethu uYesu Krestu ndiyanibongoza, mawethu, ukuba nivane, nithethe nto-nye, kungabikho zimbambano phakathi kwenu. Manyanani nibe luqilima, nimxhelo mnye, ninazimvo zinye.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 1

imbono 1 Kwabasekorinte 1:10 kwimeko