1 Kwabasekorinte 1:17 XHO96

17 Kakade uKrestu akandithumanga kubhaptiza; wandithuma ukushumayela iindaba ezimnandi, kungabi ngabuciko bakuthetha, ukuze umnqamlezo kaKrestu ungalanjathiswa.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 1

imbono 1 Kwabasekorinte 1:17 kwimeko