1 Kwabasekorinte 1:21 XHO96

21 UThixo ngobulumko bakhe ubone okokuba ihlabathi malingabi nako ukumazi ngobalo ubulumko. Hayi, kwakholeka kuThixo ukuba abo bakholwayo abasindise “ngobudenge” belizwi esilishumayelayo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 1

imbono 1 Kwabasekorinte 1:21 kwimeko