1 Kwabasekorinte 10:13 XHO96

13 Nasiphi na isilingo esikuhlelayo siyinto eqhelekileyo emntwini. Yena ke uThixo, ngokuba ethembekile, akayi kukuyekela ulingwe ngokungaphezu kwamandla akho. Hayi, wosuka akuvulele ikroba lokuphuncula, ukuze ube nako ukunyamezela.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 10

imbono 1 Kwabasekorinte 10:13 kwimeko