1 Kwabasekorinte 10:33 XHO96

33 Xelisani mna, mna ndizama ukwanelisa wonke ubani ngento endiyenzayo. Andenzeli kulungelwa kwam phofu, koko ukulungelwa komntu wonke, ukuze bonke basindiswe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 10

imbono 1 Kwabasekorinte 10:33 kwimeko