1 Kwabasekorinte 11:34 XHO96

34 Ukuba kukho olambileyo, makaqale atye ekhaya, ukuze ukuhlangana kwenu kunganizeli nokugwetywa. Eminye imicimbi ndoyiphonononga ndakuba ndifikile apho.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 11

imbono 1 Kwabasekorinte 11:34 kwimeko