1 Kwabasekorinte 13:12 XHO96

12 Into esiyibonayo ngoku yimbonakalo nje eluzizi ngokungathi sikhangele esipilini; kanti ke ngoko siya kubona ngokucacileyo. Ukwazi kwam ngoku akugqibelelanga, kanti ke ndokwazi kakuhle ngoko, kufane nokundazi kwakhe uThixo ukwazi kwam.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 13

imbono 1 Kwabasekorinte 13:12 kwimeko