1 Kwabasekorinte 13:3 XHO96

3 Ewe, nokuba ndinganikisa ngempahla yam yonke, ndide nam ngokwam ndizinikele ukuba nditshiswe, kodwa ke ndingenalo uthando, akuncedi nto konke-konke.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 13

imbono 1 Kwabasekorinte 13:3 kwimeko