1 Kwabasekorinte 15:10 XHO96

10 Kodwa ngesisa sikaThixo ndiyile nto ndiyiyo, yaye nesisa andibabala ngaso uThixo andidlalanga ngaso. Ndisuke ndasebenza ukudlula bonke abathunywa, phofu ingendim, koko inguThixo osebenza ngam ngesisa sakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 15

imbono 1 Kwabasekorinte 15:10 kwimeko