1 Kwabasekorinte 16:6 XHO96

6 Kungenzeka ndihlale ixeshana; mhlawumbi ndingabuchithela apho kuni ubusika. Kofuneka nindixhase ke ukudlula apho kuni, noba ndiya phi na.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 16

imbono 1 Kwabasekorinte 16:6 kwimeko