1 Kwabasekorinte 2:4 XHO96

4 Ukuthetha kwam nokuvakalisa kwam uKrestu akubanga ngabuciko. Hayi, kube kukubonakalisa amandla oMoya kaThixo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 2

imbono 1 Kwabasekorinte 2:4 kwimeko