9 Kodwa ke kunjengoko zitshoyo *iziBhalo ukuthi:“Izinto ezingabonwanga liso, nezingaviwanga ndlebe,nezingathanga qatha ntliziyweni yamntu,zezi kanye uThixo wazilungiselela abo bamthandayo.”
funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 2
imbono 1 Kwabasekorinte 2:9 kwimeko