1 Kwabasekorinte 3:15 XHO96

15 Ke ukuba ithe yatsha, umntu lowo wolahlekelwa ngumvuzo; ke yena ngokwakhe wosindiswa, kodwa ke ange ucande emlilweni.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 3

imbono 1 Kwabasekorinte 3:15 kwimeko