1 Kwabasekorinte 3:5 XHO96

5 Xa ndingubani mna Pawulos, engubani yena uApolo? Sizizicaka nje zikaThixo kuphela, ezinincedayo ukuba nikholwe. Umntu ngamnye kuthi wenza umsebenzi awunikwe yiNkosi.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 3

imbono 1 Kwabasekorinte 3:5 kwimeko