1 Kwabasekorinte 4:7 XHO96

7 Kambe ngubani othe wena ubalulekile kunabanye; iyintoni yona onayo ongayiphiwanga nguThixo? Phofu ke, ukuba uphiwe, uqhayiselani ngokungathi akuphiwanga?

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 4

imbono 1 Kwabasekorinte 4:7 kwimeko