1 Kwabasekorinte 6:1 XHO96

1 Xa kukho umntu phakathi kwenu onento afuna ukumangalela omnye ngayo, angathini ukusuka aye kummangalela enkundleni, ukuze ityala lakhe lithethwe ngabangengomakholwa? Kutheni le nto angalisi kumakholwa nje ityala lakhe?

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 6

imbono 1 Kwabasekorinte 6:1 kwimeko