1 Kwabasekorinte 6:18 XHO96

18 Kucezeleni ukurheletya. Ezinye izono umntu anokuzenza aziwungcolisi umzimba, kodwa yena umrheletyi wona umzimba wakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 6

imbono 1 Kwabasekorinte 6:18 kwimeko